2 Samuel 18:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ukumkani: Sondela, zimise apa; waza wasondela, wema.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani, Shenxela ecaleni, ume apha. Washenxa wema.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuye, Hamba, ume apha. Wajika, wema.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi: “Khawume bucala ulinde.” Wahamba ke, waya kuma bucala.