2 Samuel 18:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wati ku‐Kushi: Ipilile na indodana u‐Abasalome? Wayesiti u‐Kushi: Intshaba zenkosi yam ukumkani, nabo bonke abavukela ububi bako, mababe njengendodana leyo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuKushi, Ihleli kakuhle na indodana uAbhisalom? Wathi uKushi, Iintshaba zenkosi yam ukumkani, nabo bonke abasukele phezulu kuwe ukukwenza into embi, mababe njengaloo ndodana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuKushi, Usaphilile na umfana, uAbhisalom? Waphendula uKusi, wathi, Iintshaba zokumkani, nkosi yam, nabo bonke abasukele phezulu kuwe ukukwenza into embi, mababe njengaloo ndodana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi kumKushe: “Yena umfana uAbhasalom usindile phofu?” UmKushe wathi: “Mhlekazi, bendinga into emhleleyo unyana wakho ibinga ingenzeka kuzo zonke iintshaba zakho, nakwabo bakuvukelayo.”