2 Samuel 18:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo abantu bapumela ezindle ngakuwo ama‐Sirayeli: kwaza kwabako ukulwa ehlatini le‐Frayime;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphuma ke abantu, baya ezindle, bawahlangabeza amaSirayeli; kwaliwa ehlathini lakwaEfrayim;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphuma amadoda aya elizweni, aya kukhawulela oonyana bakaSirayeli; kwaliwa ehlathini lakwaEfrayim;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenjeya umkhosi kaDavide ukuya kuqubisana namaSirayeli endle ngakwihlathi lakwaEfrayim, zanqoza.