2 Samuel 18:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati abantu bakwa‐Sirayeli babulawa kona ebusweni bezicaka zika‐Davide; kwaye kuko kona isibulawa esikulu ngalomhla, amawaka amashumi mabini amadoda:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
babulawelwa khona abantu bakwaSirayeli phambi kwabakhonzi bakaDavide; ngaloo mini kwabakho khona uxabelo olukhulu, amawaka angamashumi omabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Apho kwabulawa abantu bakwaSirayeli phambi kwabakhonzi bakaDavide, kwaza kwabulawa abantu abaninzi ngaloo mini amadoda angamashumi amabini amawaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli oyiswa ngumkhosi kaDavide. Abethwa kakubi, kwasala apho edabini amawaka angamashumi amabini.