2 Samuel 18:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ukulwa kwatiwa sa pezu kwobuso belizwe lonke; lada ihlati ladla ebantwini ngento eninzi kubo ababedliwa liṙele ngalomhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphangalala khona ukulwa phezu kwelizwe lonke; ihlathi ladla ebantwini into eninzi, ngaphezu kokudla kwekrele, ngaloo mini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba imfazwe yasasazeka kulo lonke ilizwe, nehlathi latshabalalisa abantu abaninzi kunabo batshatyalaliswe ngekrele ngaloo mini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Idabi layigqiba yonke loo ndawo, uninzi lwafela ehlathini, lwangaphezulu kwabo babefele edabini.