2 Samuel 19:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwaxelwa ku‐Jowabi ukuti: Nanku ukumkani elila esenza isijwili pezu kwo‐Abasalome.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaxelwa kuYowabhi, kwathiwa, Nanko ukumkani elila, esenza isijwili ngoAbhisalom.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaxelwa kuYowabhi, kwathiwa, Nanko ukumkani elila, elilela uAbhisalom.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJowabhi waxelelwa kwathiwa: “Uyabona, ukumkani uzilile, elilela uAbhasalom.”