2 Samuel 19:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nina ningabazalwana bam; nilitambo lam nenyama yam: yinina ukuba ningabokugqibela ukumbuyisa ukumkani?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ningabazalwana bam, nilithambo lam, nenyama yam; yini na ukuba nibe ngabokugqibela ekumbuyiseni ukumkani?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nabazalwana bam, namathambo am, nenyama yam; yini na ukuba nibe ngabokugqibela ekumbuyiseni ukumkani?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti nina niyazalana naye, niligazi lakhe.’