2 Samuel 19:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wanxama u‐Shimehi unyana ka‐Gera, um‐Benjamine, owase‐Bahurime, wehlela pakati kwamadoda akwa‐Juda, ukuya kumkaulela ukumkani u‐Davide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UShimehi unyana kaGera, umBhenjamin waseBhahurim, wakhawuleza, wehla namadoda akwaYuda, esiya kumkhawulela ukumkani uDavide,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uShimehi, unyana kaGera, umBhenjamin, waseBhahurim, wehla ngokukhawuleza namadoda akwaYuda, esiya kukhawulela ukumkani uDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangelo xesha uShimeyi unyana kaGera wakwaBhenjamin eBhawurim, waphuthuma ukuya kuhlangabeza ukumkani uDavide eJordan.