2 Samuel 19:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko naye iwaka lamadoda akwa‐Benjamine; kwa no‐Tsiba isicaka sendlu ka‐Saule, nonyana bake abalishumi linabahlanu, nezicaka zake ezimashumi mabini, kunye naye: baza bawela i‐Yoredane pambi kwokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
enewaka lamadoda akwaBhenjamin, noTsibha umkhonzi wendlu kaSawule, noonyana bakhe abalishumi elinabahlanu, nabakhonzi bakhe abangamashumi amabini kunye naye; baphumela eYordan phambi kokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayekunye naye iwaka lamadoda akwaBhenjamin, noTsibha, umkhonzi wendlu kaSawule, noonyana bakhe abalishumi elinesihlanu namashumi amabini kubakhonzi bakhe ababenaye; bayiwela iYordan phambi kokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayehamba newaka lamadoda esizwe sakwaBhenjamin. UZibha, isicaka sakwakumkani uSawule, naye wayeze noonyana bakhe bolishumi linantlanu kunye namashumi amabini ezicaka, bakhawuleza bafika eJordan apho engekafiki ukumkani.