2 Samuel 19:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, akuba efikile e‐Yerusaleme ukuza kumkaulela ukumkani, wati ukumkani kuye: Yinina ukuba ubungayanga nam, Mefiboshete?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekufikeni kwakhe eYerusalem, eza kukhawulela ukumkani, wathi ukumkani kuye, Ibiyini na ukuba ungahambi nam, Mefibhoshete?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekufikeni kwakhe eYerusalem eza kukhawulela ukumkani, wathi ukumkani kuye, Yini na ukuba ungahambi nam, Mefibhoshete?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akufika evela eJerusalem, wathi kuye ukumkani: “Mefibhoshete, kwakutheni ukuze ungahambi nam?”