2 Samuel 19:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wati kuye: Kunganina ukuba uyateta kanjako ngendawo zako? Ndite: Wena no‐Tsiba yahlulelanani umhlaba lowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuye, Usathethela ntoni na ngeendawo zakho?Ndithe, Yahlulelanani ngomhlaba lowo wena noTsibha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuye, Akuthethi na ngemicimbi yakho? Ndathi: Wena noTsiba, yabelanani ngehlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi kuye: “Musa ukuba sathetha; ndigqibe kwelokuba wena noZibha nahlulelane ngomhlaba kaSawule.”