2 Samuel 19:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukumkani wagqubutela ubuso bake, wakala ukumkani ngelizwi elikulu, esiti: Nyana wam Abasalome! Abasalome, nyana wam, nyana wam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukumkani wazigqubuthela ubuso, wahlahlamba ukumkani ngezwi elikhulu, wathi, Nyana wam, Abhisalom! Abhisalom, nyana wam, nyana wam!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani wazigqubuthela ubuso, wadanduluka ukumkani ngezwi elikhulu, wathi, Nyana wam, Abhisalom, Abhisalom, nyana wam, nyana wam!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wazigquma ubuso ukumkani, watsho esikrakra isikhalo, esithi: “Yini umntwana wam uAbhasalom! Abhasalom, nyana wam, nyana wam!”