2 Samuel 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuko kona onyana abatatu baka‐Tseruya, u‐Jowabi, no‐Abishai, no‐Hasaheli; waye u‐Hasaheli ebenamendu ngenyawo zake, njengelinye lamabadi asendle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babelapho bobathathu oonyana bakaTseruya: uYowabhi, noAbhishayi, noAsaheli. Ke uAsaheli waye enamendu, enjengebhadi lasendle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakukho oonyana abathathu bakaTseruya, uYowabhi, noAbhishayi, noAsaheli; yaye uAsaheli wayelula ezinyaweni zakhe njengexhama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babelapho oonyana abathathu bakaZeruya: uJowabhi, noAbhishayi, kunye noAsayeli. Yayingengomendu kuAsayeli, wayeyimbabala.