2 Samuel 2:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Jowabi wavutela ngexilongo; baza bonke abantu bati nqumama; ababuya basukele o‐Sirayeli; ababi sapinda ukulwa kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYowabhi wavuthela isigodlo; bema bonke abantu, ababa sawasukela amaSirayeli, ababa saphinda balwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuthela isigodlo uYowabhi, bema bonke abantu, ababa sabasukela oonyana bakaSirayeli, ababa saphinda balwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavuthela isigodlo sakhe emva koko uJowabhi, exelela amadoda akhe ukuba ayeke ukuwasukela amaSirayeli. Waphela ke njalo umlo.