2 Samuel 2:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati no‐Jowabi wabuya ekumlandeleni u‐Abenere, wahlanganisa bonke abantu: kwaza kwasweleka ezicakeni zika‐Davide amadoda alishumi elinesitoba, no‐Hasaheli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ke uYowabhi ekumsukeleni uAbhinere; wabahlanganisa abantu bonke, kwasweleka kubakhonzi bakaDavide ishumi elinesithoba lamadoda, noAsaheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ke uYowabhi, wamlandela uAbhinere; wabahlanganisa bonke abantu, kungekho shumi elinesithoba lamadoda noAsaheli kubakhonzi bakaDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akuwaqokelela amadoda akhe uJowabhi, emva kokusukela amaSirayeli, kwafumaneka kulahleke ishumi elinethoba lamadoda ngaphandle kuka-Asayeli.