2 Samuel 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wamenza ukumkani pezu kwe‐Gileyadi, napezu kwama‐Ashuri, napezu kwe‐Yezerele, napezu kwo‐Frayime, napezu kwo‐Benjamine, napezu kwo‐Sirayeli bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wamenza ukumkani eGiliyadi, nakuma-Askure, naseYizereli, nakwaEfrayim, nakwaBhenjamin, nakumaSirayeli onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamenza ukumkani eGiliyadi, naseAsiriya, naseYizereli, nakwaEfrayim, nakwaBhenjamin, nakumaSirayeli onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafika apho uAbhinere wamisela uIshbhoshete waba ngukumkani ophethe imimandla yaseGiliyadi, kwa-Ashere, eYizereli, kwaEfrayim, nakwaBhenjamin, nditsho elakwaSirayeli liphela.