2 Samuel 20:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okuya ebesusiwe emendweni, badlula bonke abantu emva kwo‐Jowabi, ukuya kumputuma u‐Sheba unyana ka‐Bikeri.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akususwa ke emendweni, onke amadoda egqitha, alandela uYowabhi, asukela uShebha, unyana kaBhikri.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akususwa emendweni, bonke abantu balandela uYowabhi, basukela uShebha unyana kaBhigi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke wonke umntu walandela uJowabhi, kuzingelwa uShebha unyana kaBhikri.