2 Samuel 20:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wacanda kuzo zonke izizwe zo‐Sirayeli kude kwakuyo i‐Abele, ne‐Bete‐mahaka, nayo yonke i‐Berime: baza bahlanganiselwa ndawonye, baya nabo emva kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wacanda ezizweni zonke zakwaSirayeli, waya eAbhele naseBhete-mahaka; namadodana onke abizelwa ndawonye, eza amlandela nawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wacanda ezizweni zonke zakwaSirayeli, wada wesa eAbhele, naseBhete-maga, naseBhabheli yonke; babuthelana ndawonye, bamlandela nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShebha wawutyhutyha wonke ummandla wezizwe zakwaSirayeli, wada waya kutsho kwidolophu iAbhele-bhete-mahaka, elandelwa nguwo wonke umzi wakwaBhikri.