2 Samuel 20:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Jowabi ku‐Hamasa: Upilile na, mzalwana wam? Wandula u‐Jowabi walubamba ngesandla sokunene udevu luka‐Hamasa, ukuza kumanga:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYowabhi kuAmasa, Usahleli kakuhle na, mzalwana wam?UYowabhi wambamba uAmasa ngeendevu ngesandla sokunene, ukuba amange.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYowabhi kuAmasa, Usahleli kakuhle na, mzalwana wam? uYowabhi wathabatha iindevu zika-Amasa ngesandla sakhe sokunene, ukuba amange.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJowabhi wathi kuAmasa: “Uphila njani, mfo wethu?” Wamthi nqaku ngentshebe uAmasa ngesokunene isandla sakhe, eza kumanga.