2 Samuel 21:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wenyusa kona amatambo ka‐Saule, namatambo ka‐Jonatane unyana wake; kanjalo amatambo abaxo̔nyiweyo bawabuta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wawanyusa khona amathambo kaSawule namathambo kaYonatan unyana wakhe, bawabutha namathambo abo babebethelelwe eminqamlezweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawanyusa khona amathambo kaSawule, namathambo kaYonatan unyana wakhe; yaye bawaqokelela amathambo abo babexhonyiwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wemka nawo uDavide amathambo kaSawule noJonatan kwakunye nawabo basixhenxe babexhonywe apho.