2 Samuel 21:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute emveni kwoko, kwabuya kwabako ukulwa e‐Gobe ngakuwo ama‐Filistiya: okuya u‐Sibekai, um‐Husha, wambulala u‐Safe, obengowenzalo ka‐Rafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni kokuba njalo, kwabuya kwabakho ukulwa namaFilisti eGobhi; oko uSibhekayi umHusha wamxabelayo uSafu, obengowoonyana bakaRafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko kwabakho elinye idabi namaFilisti eGobhi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwelo dabi kwabakho elinye idabi namaFilistiya eGobhi, apho uSibhekayi waseHusha wabulala uSafu wenzala kaRafa.