2 Samuel 21:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako u‐Davide wati kuba‐Gibeyone: Ndiya kunenzela nto nina? kanjalo ndiya kulwenza uxoliso nganto nina, ukuba nitamsanqelise ilifa likayehova?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi ke uDavide kwabaseGibheyon, Ndinenzele ntoni na?Ndicamagushe ngantoni na, ukuze nilisikelele ilifa likaYehova?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kwabaseGibheyon, Ndinenzele ntoni na? yaye ndiya kwenza umnqophiso ngantoni na ukuze nilisikelele ilifa likaYehova?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kuwo: “Ngaba nifuna ndinenzele ntoni? Ndinganixolisa njani ukuze nilithamsanqelise ilifa likaNdikhoyo?”