2 Samuel 21:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukumkani wanenceba pezu kwo‐Mefiboshete, unyana ka‐Jonatane unyana ka‐Saule, ngenxa yesifungo sikayehova, esibe sipakati kwabo, pakati kwo‐Davide no‐Jonatane unyana ka‐Saule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukumkani wamsindisa uMefibhoshete, unyana kaYonatan, unyana kaSawule, ngenxa yesifungo sikaYehova esibe siphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukumkani wamsindisa uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule ngenxa yesifungo sikaYehova esasiphakathi kwabo, phakathi koDavide noYonatan unyana kaSawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wamsindisa uMefibhoshete, unyana kaJonatan unyana kaSawule, ngenxa yesifungo awasenza kunye noJonatan phambi koNdikhoyo.