2 Samuel 22:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba zonke izigwebo zake zibe zipambi kwam; nemimiso yake andipambukanga kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba onke amasiko akhe aphambi kwam; Nemimiselo yakhe, andityekanga kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba yonke imiyalelo yakhe emiselweyo yayiphambi kwam, nakwimiyalelo yakhe emiselweyo andityekanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke imiyalelo yakhe ndiyigcinile; andayaphula imithetho yakhe.