2 Samuel 22:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo abantu ababandezelweyo uyabasindisa; kodwa amehlo ako angakubo abaner̔atshi, ukuba ubatobise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu abaziintsizana uyabasindisa, Amehlo akho ajongene nabaqwayingileyo, ubathobe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amahlwempu aya kukuhlangula, Amehlo akho ajonge abanekratshi, Ukuba ubathobe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ungumsindisi wabathobekileyo, obabone benekratshi ubathobe.