2 Samuel 22:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngawe ndiliwele ibandla; ngotixo wam ndigqitile eludongeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngawe ndigila impi, NgoThixo wam nditsiba iindonga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yakho ndihambe phakathi kwamatutu, ngenxa yoThixo wam nditsibe eludongeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ngawe ndingawuchitha-chitha nomkhosi, ngamandla akho ndilutsibe nongqameko lwawo.