2 Samuel 22:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amaza okufa ebendiṙaula; imisinga yobunginingini yandoyikisa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akundijikela amaza alwayo okufa, Yakundidandathekisa imilambo yobutshijolo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekundijikeleni kwamaza okufa, Imilambo yobungendawo yandidandathekisa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bendintlithwa ngamaza abulalayo, amaza arhaxayo endigubungele.