2 Samuel 23:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezizinto wazenza u‐Benaya unyana ka‐Yoyada, waza wanegama pakati kwalawomagoṙa matatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza ezo zinto uBhenaya unyana kaYehoyada; waba negama ke kumagorha lawo mathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Le nto yenziwa nguBhenaya unyana kaYehoyada, wayedume phakathi kwamagorha amathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zazinjalo ke izigigaba zikaBhenaya unyana kaJoyada; naye wayedume njengaloo magorha mathathu.