2 Samuel 23:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Hasaheli umninawe ka‐Jowabi ebepakati kwabo abamashumi matatu; u‐Lehanane unyana ka‐Dodo, um‐Beteleheme;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAsaheli, umninawa kaYowabhi, ebengomnye kumashumi amathathu lawo; nguElihanan unyana kaDodayi waseBhetelehem;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsaheli, umninawa kaYowabhi, ebengomnye wamashumi omathathu lawo; uElihanan, unyana kaDodo, waseBhetelehem;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuloo magorha angamashumi amathathu kwakukho aba: YayinguAsayeli umntakwabo-Jowabhi, uEl-hanani unyana kaDodo waseBhetelehem,