2 Samuel 23:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Helebe unyana ka‐Bahana, um‐Netofati; u‐Yitai unyana ka‐Ribai, owase‐Gibeha yosapo luka‐Benjamine;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguHelebhe, unyana kaBhahana waseNetofa; nguItayi, unyana kaRibhayi, waseGibheha yoonyana bakaBhenjamin;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noHelebhi, unyana kaBhahana, eMonetofu, noItayi, unyana kaRibhayi, waseGibheha, koonyana bakaBhenjamin;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uHelebhe unyana kaBhana waseNetofa, noItayi unyana kaRibhayi waseGibheya kwaBhenjamin.