2 Samuel 23:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Elifelete unyana ka‐Ahasebai, unyana wom‐Mahaka; u‐Eliyame unyana ka‐Ahitofele, um‐Gilo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguElifelete unyana ka-Ahasebhayi, unyana wowaseMahaka;nguEliyam unyana ka-Ahitofele, waseGilo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noElifeleti, unyana ka-Akebhayi, unyana kaGati, noEliyam, unyana ka-Ahitofele waseGilon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uElifelete, unyana ka-Ahasebhayi waseMahaka, uEliyam unyana ka-Ahitofele waseGilo,