2 Samuel 23:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Yigali unyana ka‐Natane, owase‐Tsoba; u‐Bani, um‐Gadi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguIgali unyana kaNatan waseTsobha; nguBhani wakwaGadi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noIgali, unyana kaNatan waseTsobha, noBhani waseMogadi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uIgali unyana kaNatan waseZobha, uBhani wakwaGadi,