2 Samuel 23:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Tseleki, um‐Hamoni; u‐Naharai, um‐Berote, umtwali wezixo̔bo ku‐Jowabi unyana ka‐Tseruya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguTseleke umAmon; nguNaharayi waseBheroti, umphathi weentonga zikaYowabhi unyana kaTseruya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noTseleki umAmon, noNaharayi waseBheroti, umkhonzi kaYowabhi, unyana kaTseruya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uZeleki umAmon, noNaharayi waseBheroti umphathi-zikrweqe zikaJowabhi, unyana kaZeruya.