2 Samuel 23:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nosukuba eya kuwapata, wonqatyiswa ngentsimbi nangoluti lwentshuntshe; aeya kutshiswa kanye ngomlilo endaweni yawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu ukuyiphatha Uzalisa isandla ngentsimbi noluthi lwentshuntshe, Itshiswe itshe ngumlilo kwalapho ikhona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu ozichukumisayo woba nothango lwentsimbi nomkhonto esinqeni sakhe; uzitshise khona ngomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wona abanjwa ngesixhobo sentsimbi, okanye atyhalwe ngomphini womkhonto, atshiselwe kuloo ndawo akuyo.