2 Samuel 24:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
YABUYA yavuta ingqumbo kayehova ngakubo o‐Sirayeli; waza wamvusa u‐Davide ngakubo, esiti: Hamba, ubale o‐Sirayeli no‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku wabuya wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wamxhokonxela uDavide kuwo, esithi, Yiya, uwabale amaSirayeli namaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wavutha umsindo kaYehova kwaSirayeli, wamxhokonxela uDavide kubo, esithi, Hambani niwabale amaSirayeli namaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuya wavutha umsindo *kaNdikhoyo ngakumaSirayeli, waza waxhokonxa uDavide ukuchasana nawo, esithi: “Yiya uwabale amaSirayeli namaJuda.”