2 Samuel 24:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezizinto zonke wazinika u‐Arauna kuye ukumkani. Wati kanjalo u‐Arauna kukumkani: Uyehova, utixo wako, makakubuke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke ezi zinto, kumkani, uAravena uzinika ukumkani. Wathi uAravena kukumkani, UYehova uThixo wakho makakholiswe nguwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke ezo zinto, ukumkani, uAravena ubezinike ukumkani. Wathi uAravena kukumkani, uYehova uThixo wakho ukwamkele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke ezi zinto, mhlekazi, uAravena uzinika ukumkani.” Waza waqhuba uAravena wathi kukumkani: “Ubenga uNdikhoyo uThixo wakho angakwamkela.”