2 Samuel 3:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Abenere ebenamazwi kunye nabadala bo‐Sirayeli, esiti: Ngamaxesha apambili benimfuna u‐Davide ukuba abe ngukumkani pezu kwenu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uAbhinere wayenelizwi kumadoda amakhulu akwaSirayeli, elithi, Kwangaphambili nibe nimfuna uDavide, ukuba abe ngukumkani kuni:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha uAbhinere kumadoda amakhulu akwaSirayeli, wathi: “Benifuna uDavide abe ngukumkani wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uAbhinere wabhekisa kumadoda amakhulu akwaSirayeli, wathi: “Kudala ninqwenela ukulawulwa nguDavide.