2 Samuel 3:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, izicaka zika‐Davide no‐Jowabi bavela ebandleni, bazisa nabo amaxoba amaninzi: kodwa u‐Abenere ebengenaye u‐Davide e‐Hebrone, ngokuba ebemndulule, waza wemka ngoxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala abakhonzi bakaDavide benoYowabhi, bevela emsebenzini wokututa, besiza namaxhoba amaninzi. Ke uAbhinere ebengasekhona kuDavide eHebron, ngokuba ubemndulule, wahamba exolile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, khangela, abakhonzi bakaDavide nabakaYowabhi babephuma ukuya kuhlangula lowo uneqhenqa yaye babezisa into eninzi yamaxhoba, yaye uAbhinere wayengekho kuDavide eHebron ngokuba wambuyisa, wemka enoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko kwafika amadoda kaDavide, ehamba noJowabhi, evela kunqoloba, eze namaxhoba amaninzi. Wayeselemkile eHebron uAbhinere emva kokundululwa kwakhe ngoxolo nguDavide.