2 Samuel 3:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuviwa ngu‐Davide kamva, wandula wati: Mna nobukumkani bam asinatyala pambi kwoyehova kude kube ngunapakade ngenxa yegazi lika‐Abenere unyana ka‐Nere:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva uDavide emveni kokuba kunjalo, wathi, Ndimsulwa nobukumkani bam phambi koYehova, kude kuse ephakadeni, ngamagazi ka-Abhinere unyana kaNere;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva uDavide, wathi kamva, Mna nobukumkani bam asisayi kugwetywa ngonaphakade, ngenxa yamagazi ka-Abhinere, unyana kaNere;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Luthe lakufika ezindlebeni zikaDavide udaba lokugwintwa kuka-Abhinere, wavakala esithi: “Mna kunye nabantu abaphantsi kwam simsulwa kubugebenga obenziwe kuAbhinere unyana kaNere, nkqu *uNdikhoyo uyayazi loo nto.