2 Samuel 3:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wati ku‐Jowabi, nakubo bonke abantu ababenaye: Ṙazulani ingubo zenu, nibinqe intlakantlaka, nimlilele u‐Abenere. Wasuka ukumkani u‐Davide wahamba emva kwetala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kuYowabhi nakubantu bonke anabo, Krazulani iingubo zenu, nibhinqe ezirhwexayo, nimmbambazelele uAbhinere.UDavide ukumkani walilandela ithala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ke wathi uDavide kuYowabhi nakuwo onke amadoda awayenaye: “krazulani izambatho zenu nize nibhinqe amarhonya nize nimlilele uAbhinere. NoKumkani uDavide wawulandela ngokwakhe umqobo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uDavide wathi kuJowabhi kwakunye nabantu bonke ababenaye: “Zikrazuleni izambatho zenu, ninxibe amarhonya, nimzilele uAbhinere.” Kumngcelele womngcwabo ukumkani uDavide ngenkqu wayelandela idlaka.