2 Samuel 3:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamncw̔aba u‐Abenere e‐Hebrone: waye ukumkani wapakamisa ilizwi lake, walila ngasencw̔abeni lika‐Abenere; balila bonke abantu nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamngcwabela eHebron uAbhinere. Waliphakamisa ukumkani ilizwi lakhe, walila engcwabeni lika-Abhinere. Balila abantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamngcwabela eHebron uAbhinere; waliphakamisa ukumkani ilizwi lakhe, walila engcwabeni lika-Abhinere bonke abantu bayalila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangcwatyelwa eHebron uAbhinere. Ukumkani walila ezimathontsi apho engcwabeni lika-Abhinere, batsho bonke abantu balila nabo.