2 Samuel 3:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bonke abantu bakunakana oko, bekulungile emehlweni abo; njengokuba konke abekwenza ukumkani bekulungile emehlweni abantu bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bakugqala oko bonke abantu, kwalunga emehlweni abo;njengokuba konke abekwenza ukumkani bekulunga emehlweni abantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lonke ilizwe lakubona oko, kwalunga emehlweni abo, ngokuba yonke into abeyenza ukumkani yakholisa bonke abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu baba nomgqalisela ngale nto, yabakholisa; ewe, yonke into awayenzayo ukumkani yabakholisa.