2 Samuel 3:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bonke abantu, kwa bonke o‐Sirayeli, bazi ngalomhla, ukuba bekungavelanga kukumkani ukumnsa u‐Abenere unyana ka‐Nere.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazi ke abantu bonke namaSirayeli onke ngaloo mini, ukuba ukubulawa kuka-Abhinere, unyana kaNere, bekungaphume kukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baqonda ke lonke uhlanga noSirayeli wonke ngaloo mini, ukuba ukubulawa kuka-Abhinere unyana kaNere kwakungengumthetho kakumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwacaca ngaloo mini kumaSirayeli ephela ukuba ukumkani wayengazani konke nokufa kuka-Abhinere unyana kaNere.