2 Samuel 3:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ukumkani kanjalo kwizicaka zake: Anazi na ukuba iwile inkosi nendoda enkulu namhla nje kwa‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kubakhonzi bakhe, Anazi na, ukuba namhlanje kuwe umthetheli, umntu omkhulu kwaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kubakhonzi bakhe, Anazi na, ukuba namhlanje kufe inkosana nomntu omkhulu kwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavakala ukumkani ebhekisa kumaphakathi akhe esithi: “Niyaqonda phofu ukuba yinkokheli kwanengangalala le iwileyo namhlanje kwaSirayeli?