2 Samuel 3:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nowesine ebengu‐Adonija, unyana ka‐Hagiti; nowesihlanu ebengu‐Shefatiya, unyana ka‐Abitale;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owesine waba nguAdoniya, unyana kaHagiti; owesihlanu waba nguShefatiya, unyana ka-Abhitali;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owesine nguAdoniya, unyana kaHagiti; owesihlanu nguShefatiya, unyana ka-Abhitali;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kulandele owesine uAdoniya, ezalwa nguHagiti; kuze owesihlanu uShefatiya, ezalwa nguAbhitali;