2 Samuel 4:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
xeshekweni lowo owandixelela ngokuti: Bona ke, u‐Saule ufile; obenjengozisayo indaba ezilungileyo kwawake amehlo; ndambamba ke, ndambulala e‐Tsikilage; o beba ndiya kumnika umvuzo wendaba:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndathi, owandixelelayo ukuthi, Nanku uSawule efile, eba uzisa iindaba ezilungileyo, ndambamba, ndambulala eTsikelage, ukumnika umvuzo weendaba zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandixelela ngale nto, wathi, Yabona, ufile uSawule; ngokuba ebesithi, uzise iindaba ezilungileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwafika umfo kum eZikelage eze kundixelela ukuba uSawule ufile. Ndamthi ntlithi ndamosela loo mfo. Naxa wayeba undizela neendaba ezimnandi, yaba kukufa umvuzo wakhe.