2 Samuel 5:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wanakana u‐Davide ukuba uyehova ebemqinisile ukuba ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli, nokuba ebepakamisile ubukumkani bake ngenxa yabantu bake o‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazi uDavide ukuba uYehova umqinisile wangukumkani; ukuba ubuphakamisile ubukumkani bakhe ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide waqonda ukuba uYehova unyule yena ukuba abe ngukumkani kwaSirayeli nokuba wayebuphakamisile ubukumkani bakhe ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uDavide waqonda ukuba uNdikhoyo umzinzisile wangukumkani kwaSirayeli, eqonda nokuba uNdikhoyo ulawulo lwakhe uluphakamisile ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.