2 Samuel 5:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Davide ukuzeka amashweshwe nabafazi e‐Yerusaleme, emveni kwokuvela kwake e‐Hebrone; kwaza kwamzalelwa u‐Davide kanjako onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wabuya wazeka abafazi namashweshwe eYerusalem, emveni kokusuka kwakhe eHebron; wabuya wazalelwa oonyana neentombi uDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wabuya wazeka abafazi nabafazi eYerusalem, ekundulukeni kwakhe eHebron, uDavide wazala abanye oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukufika kwakhe eJerusalem, evela eHebron, uDavide waphinda wathatha abanye abafazi namaqadi, waza ke wazala abanye oonyana neentombi.