2 Samuel 5:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wabuza kuyehova, esiti: Ndiya kunyuka na ngakuwo ama‐Filistiya? wowanikela esandleni sam na? Wayesiti uyehova ku‐Davide: Nyuka; ngokuba ngenyaniso ndiya kunikela ama‐Filistiya esandleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuza uDavide kuYehova, wathi, Ndinyuke na, ndiye kumaFilisti? Wowanikela na esandleni sam? Wathi uYehova kuDavide, Nyuka; ngokuba ndiwanikele mpela amaFilisti esandleni sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndihambe ndiye na kumaFilisti? Ngaba uya kuwanikela esandleni sam? Wathi uYehova kuDavide, Yima, ngokuba ndiya kuwanikela okunene amaFilisti esandleni sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Kufuneka ndiwahlasele na amaFilistiya? Ngaba uza kuwanikela esandleni sam na?” UNdikhoyo wathi kuDavide: “Ewe, wahlasele; inene, ndowanikela esandleni sakho amaFilistiya.”