2 Samuel 5:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ayeshiya kona amadalo awo; baza u‐Davide namadoda ake bawasusa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Azishiya izithixo zawo; bazithabatha uDavide namadoda akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayishiya apho imifanekiso yabo eqingqiweyo; uDavide namadoda akhe bayitshisa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaFilistiya azishiya apho izithixo zawo, bazithatha ooDavide bemka nazo.